4 “Kuba, khangela! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abo benza ubungendawo bamele babe njengeendiza.+ Kwaye imini leyo izayo ngokuqinisekileyo iya kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayiyi kubashiyela nokuba yingcambu okanye isebe.+