Malaki 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Jongani! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abenza ububi baza kuba njengeendiza. Loo mini izayo ngokuqinisekileyo iza kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayizukushiya ngcambu okanye sebe kubo. Malaki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:1 IMboniselo,12/15/2007, iphe. 29 5/1/2002, iphe. 19-21 Imini KaYehova, iphe. 131-132
4 “Jongani! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abenza ububi baza kuba njengeendiza. Loo mini izayo ngokuqinisekileyo iza kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayizukushiya ngcambu okanye sebe kubo.