Yeremiya 48:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Akazange na noSirayeli abe sisigculelo kuwe?+ Okanye wafumaneka phakathi kwamasela aziwayo na?+ Kuba wawuhlunguzela intloko ngokufuthi kangangoko wawuthetha ngaye. Hezekile 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+
27 “‘Akazange na noSirayeli abe sisigculelo kuwe?+ Okanye wafumaneka phakathi kwamasela aziwayo na?+ Kuba wawuhlunguzela intloko ngokufuthi kangangoko wawuthetha ngaye.
8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+