Mateyu 24:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoko ke, hlalani nilindile, ngenxa yokuba aniwazi umhla eza ngawo iNkosi yenu.+ Mateyu 24:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 inkosi yelo khoboka iya kuza ngemini elingayilindelanga nangelixa+ elingalaziyo, Marko 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Hlalani nikhangele, hlalani niphaphile,+ kuba anazi ukuba ixesha elimisiweyo linini na.+