Mateyu 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Weza ke uPetros wathi kuye: “Nkosi, zingaphi izihlandlo umzalwana wam amele andone ngazo ndize ndimxolele?+ Ukusa kwizihlandlo ezisixhenxe na?”+ Marko 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+ Luka 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Sixolele izono zethu,+ kuba nathi siyabaxolela bonke abanamatyala+ kuthi; ungasingenisi ekuhendweni.’”+
21 Weza ke uPetros wathi kuye: “Nkosi, zingaphi izihlandlo umzalwana wam amele andone ngazo ndize ndimxolele?+ Ukusa kwizihlandlo ezisixhenxe na?”+
25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+
4 Sixolele izono zethu,+ kuba nathi siyabaxolela bonke abanamatyala+ kuthi; ungasingenisi ekuhendweni.’”+