Luka 22:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba nguwuphi na omkhulu ngakumbi, lowo ungqendeve etafileni okanye lowo ulungiselelayo? Asinguye na lowo ungqendeve etafileni? Kodwa phakathi kwenu ndinjengalowo ulungiselelayo.+ Yohane 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, ukuba mna, nangona ndiyiNkosi noMfundisi, ndihlambe iinyawo zenu,+ nani nifanele ukuhlambana iinyawo.+ Filipi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Hayi khona, kodwa waziqongqotha waza wathabatha ubume bekhoboka,+ wafana nabantu.+
27 Kuba nguwuphi na omkhulu ngakumbi, lowo ungqendeve etafileni okanye lowo ulungiselelayo? Asinguye na lowo ungqendeve etafileni? Kodwa phakathi kwenu ndinjengalowo ulungiselelayo.+
14 Ngoko ke, ukuba mna, nangona ndiyiNkosi noMfundisi, ndihlambe iinyawo zenu,+ nani nifanele ukuhlambana iinyawo.+