Genesis 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.” Yobhi 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndiyazi ukuba uyakwazi ukuzenza zonke izinto,+Yaye akukho ngcamango ingenakufikeleleka kuwe.+ Yeremiya 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+ Zekariya 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Nangona kufanele kubonakale kunzima kakhulu emehlweni abo baseleyo kwesi sizwana ngaloo mihla, kufanele kubonakale kunzima kakhulu na nasemehlweni am?’+ utsho uYehova wemikhosi.” Luka 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi: “Izinto ezingenakwenzeka kubantu zinokwenzeka kuThixo.”+
14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”
17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+
6 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Nangona kufanele kubonakale kunzima kakhulu emehlweni abo baseleyo kwesi sizwana ngaloo mihla, kufanele kubonakale kunzima kakhulu na nasemehlweni am?’+ utsho uYehova wemikhosi.”