Mateyu 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bebuhlungu kakhulu ngako oku, baqala ukuthi kuye bonke ngabanye: “Nkosi, asindim, akunjalo?”+ Luka 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko babuzana ukuba nguwuphi na kubo ngokwenene owayeza kwenza oko.+ Yohane 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abafundi bajongana, bexakiwe kukuba ngubani na awayethetha ngaye.+