Eksodus 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.” Eksodus 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wukhumbule umhla wesabatha ukuba uwungcwalise,+ Eksodus 31:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe. Duteronomi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+
29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.”
15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe.