Mateyu 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Leyo ke ihlwayelwe emhlabeni omhle, ngulowo ulivayo ilizwi aliqonde, aze ngokwenene avelise isiqhamo, omnye avelise ikhulu, omnye amashumi amathandathu, omnye amashumi amathathu.”+ Marko 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekugqibeleni, leyo ihlwayelwe kumhlaba omhle ngabo baphulaphula ilizwi baze balamkele kakuhle yaye bathwale isiqhamo ngokuphindwe kangangamashumi amathathu namashumi amathandathu nekhulu.”+ Hebhere 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+ ISityhilelo 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yokuba uligcinile ilizwi elingonyamezelo lwam,+ nam ndiya kukugcina+ ngelixa lovavanyo, eliza kuwufikela umhlaba omiweyo uphela, ukuvavanya abo bahleliyo emhlabeni.+
23 Leyo ke ihlwayelwe emhlabeni omhle, ngulowo ulivayo ilizwi aliqonde, aze ngokwenene avelise isiqhamo, omnye avelise ikhulu, omnye amashumi amathandathu, omnye amashumi amathathu.”+
20 Ekugqibeleni, leyo ihlwayelwe kumhlaba omhle ngabo baphulaphula ilizwi baze balamkele kakuhle yaye bathwale isiqhamo ngokuphindwe kangangamashumi amathathu namashumi amathandathu nekhulu.”+
36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+
10 Ngenxa yokuba uligcinile ilizwi elingonyamezelo lwam,+ nam ndiya kukugcina+ ngelixa lovavanyo, eliza kuwufikela umhlaba omiweyo uphela, ukuvavanya abo bahleliyo emhlabeni.+