Mateyu 14:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Bandula ke abo basesikhepheni baqubuda kuye, besithi: “Ngokwenene unguNyana kaThixo.”+ Yohane 1:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kwaye ndiwubonile, ndaza ndangqina ukuba lo nguye uNyana kaThixo.”+ Yohane 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe. Roma 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kodwa owathi ngamandla+ wavakaliswa njengoNyana kaThixo+ ngomoya+ wobungcwele ngokuvuka kwabafileyo+—ewe, uYesu Kristu iNkosi yethu,
31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe.
4 kodwa owathi ngamandla+ wavakaliswa njengoNyana kaThixo+ ngomoya+ wobungcwele ngokuvuka kwabafileyo+—ewe, uYesu Kristu iNkosi yethu,