INdumiso 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+ Isaya 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nguye oya kuhlala kwiindawo eziphakamileyo;+ indawo yakhe ephakamileyo nenqabisekileyo iya kuba ziindawo eziziingxondorha ekunzima ukuzifikelela.+ Ngokuqinisekileyo uya kusinikwa isonka sakhe;+ nesibonelelo sakhe samanzi asiyi kuphela.”+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ 1 Timoti 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+
10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+
16 Nguye oya kuhlala kwiindawo eziphakamileyo;+ indawo yakhe ephakamileyo nenqabisekileyo iya kuba ziindawo eziziingxondorha ekunzima ukuzifikelela.+ Ngokuqinisekileyo uya kusinikwa isonka sakhe;+ nesibonelelo sakhe samanzi asiyi kuphela.”+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+