Luka 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Akuva ezi zinto omnye weendwendwe ezingamadlelane wathi kuye: “Unoyolo lowo udla isonka ebukumkanini bukaThixo.”+ Luka 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kuba ndithi kuni, Andiyi kuyidla kwakhona ide izaliseke ebukumkanini bukaThixo.”+ IZenzo 2:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+ ISityhilelo 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,
15 Akuva ezi zinto omnye weendwendwe ezingamadlelane wathi kuye: “Unoyolo lowo udla isonka ebukumkanini bukaThixo.”+
39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+
9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,