Mateyu 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ngoko ke, xa nibona into elizothe ebangela isiphanziso,+ njengoko kwathethwa ngayo ngomprofeti uDaniyeli, imi kwindawo engcwele,+ (ofundayo makaqiqe,) IZenzo 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye bazisa ngaphambili amangqina obuxoki,+ awathi: “Lo mntu akayeki ukuthetha izinto ezinxamnye nale ndawo ingcwele nezinxamnye noMthetho.+
15 “Ngoko ke, xa nibona into elizothe ebangela isiphanziso,+ njengoko kwathethwa ngayo ngomprofeti uDaniyeli, imi kwindawo engcwele,+ (ofundayo makaqiqe,)
13 Yaye bazisa ngaphambili amangqina obuxoki,+ awathi: “Lo mntu akayeki ukuthetha izinto ezinxamnye nale ndawo ingcwele nezinxamnye noMthetho.+