Yohane 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+ Efese 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+ 2 Tesalonika 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+ 2 Timoti 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+
16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+
4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+
13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+
10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+