Mateyu 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+ Luka 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa abemi abangoowabo babemthiyile+ baza bathumela igqiza loonozakuzaku emva kwakhe, ukuya kuthi, ‘Asifuni ukuba lo mntu abe ngukumkani phezu kwethu.’+ Yohane 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndibanikile ilizwi lakho, kodwa ihlabathi liye labathiya,+ ngenxa yokuba abayonxalenye yehlabathi, kanye njengoko nam ndingeyonxalenye yehlabathi.+ 1 Yohane 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Musani ukumangaliswa, bazalwana, kukuba ihlabathi linithiyile.+
22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+
14 Kodwa abemi abangoowabo babemthiyile+ baza bathumela igqiza loonozakuzaku emva kwakhe, ukuya kuthi, ‘Asifuni ukuba lo mntu abe ngukumkani phezu kwethu.’+
14 Ndibanikile ilizwi lakho, kodwa ihlabathi liye labathiya,+ ngenxa yokuba abayonxalenye yehlabathi, kanye njengoko nam ndingeyonxalenye yehlabathi.+