Mateyu 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam. Yohane 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba ihlabathi linithiyile, niyazi ukuba liye lathiya mna ngaphambi kokuba lithiye nina.+ 2 Timoti 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Enyanisweni, bonke abo banqwenela ukuphila ngozinikelo lobuthixo ngokunxulumene noKristu Yesu, nabo baya kutshutshiswa.+
11 “Ninoyolo nina xa abantu beningcikiva,+ benitshutshisa,+ bethetha ngani lonke uhlobo lwento engendawo bexoka, ngenxa yam.
12 Enyanisweni, bonke abo banqwenela ukuphila ngozinikelo lobuthixo ngokunxulumene noKristu Yesu, nabo baya kutshutshiswa.+