Mateyu 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ungasingenisi ekuhendweni,+ kodwa sihlangule kulowo ungendawo.’+ 2 Tesalonika 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa iNkosi ithembekile, yaye iya kuniqinisa ize inigcine kulowo ungendawo.+ 1 Yohane 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Siyazi ukuba bonke abantu abazelwe nguThixo+ abasiqheliseli isono, kuba Lowo+ uzelweyo nguThixo ungumlindi wabo, ngoko ke ongendawo akanandlela yakubambelela nkqi kubo.+
18 Siyazi ukuba bonke abantu abazelwe nguThixo+ abasiqheliseli isono, kuba Lowo+ uzelweyo nguThixo ungumlindi wabo, ngoko ke ongendawo akanandlela yakubambelela nkqi kubo.+