Yohane 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ndiyakucela, kungekhona ukuba ubasuse ehlabathini, kodwa ukuba ubalinde ngenxa yalowo ungendawo.+ 1 Korinte 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela. 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
15 “Ndiyakucela, kungekhona ukuba ubasuse ehlabathini, kodwa ukuba ubalinde ngenxa yalowo ungendawo.+
13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+