Eksodus 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Baxabana abantu noMoses bathi:+ “Sinike amanzi sisele.” Kodwa wathi uMoses kubo: “Kutheni nixabana nam nje? Kutheni nimvavanya nje uYehova?”+ INdumiso 95:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Xa ookhokho benu bandicikidayo;+Bandihlolisisa, bawubona umsebenzi wam.+ Mateyu 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYesu wathi kuye: “Kwakhona kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungamvavanyi uYehova uThixo wakho.’”+ Luka 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Kuthiwa, ‘Uze ungamvavanyi uYehova uThixo wakho.’”+ 1 Korinte 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Masingamvavanyi uYehova,+ njengoko abathile kubo bamvavanyayo,+ suke batshabalala ziinyoka.+
2 Baxabana abantu noMoses bathi:+ “Sinike amanzi sisele.” Kodwa wathi uMoses kubo: “Kutheni nixabana nam nje? Kutheni nimvavanya nje uYehova?”+