Kolose 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oku ndikutsho ukuze kungabikho mntu unokunirhwebesha ngeengxoxo ezeyisayo.+ Tito 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kukho abantu abaninzi abangalawulekiyo, abathetha izinto ezingeyongenelo,+ nabakhohlisi bengqondo, ngokukodwa abo babambelele kulwaluko.+
10 Kuba kukho abantu abaninzi abangalawulekiyo, abathetha izinto ezingeyongenelo,+ nabakhohlisi bengqondo, ngokukodwa abo babambelele kulwaluko.+