Roma 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo. 1 Timoti 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuphambuka kwezi zinto abathile baye baphambukiselwa+ kwintetho engento,+
18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.