Isaya 65:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 khon’ ukuze nabani na ozisikelelayo emhlabeni azisikelele ngoTHIXO wokholo,+ naye nabani na owenza isifungo emhlabeni uya kufunga ngoTHIXO wokholo;+ ngenxa yokuba ukubandezeleka kwangaphambili okunene kuya kulityalwa nangenxa yokuba okunene kuya kufihlwa emehlweni am.+ Yeremiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova. 1 Korinte 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 ukuze kube njengoko kanye kubhaliwe kwathiwa: “Lowo uqhayisayo, makaqhayise ngoYehova.”+
16 khon’ ukuze nabani na ozisikelelayo emhlabeni azisikelele ngoTHIXO wokholo,+ naye nabani na owenza isifungo emhlabeni uya kufunga ngoTHIXO wokholo;+ ngenxa yokuba ukubandezeleka kwangaphambili okunene kuya kulityalwa nangenxa yokuba okunene kuya kufihlwa emehlweni am.+
24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova.