Efese 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+ 2 Petros 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+
27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+
14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+