IZenzo 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike, Roma 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Uyanibulisa uTimoti umsebénzi olidlelane kunye nam, kwanoLukiyo noYason noSosipatro izalamane zam.+ 1 Korinte 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku, ukuba uTimoti+ uthe wafika, menzeni azive ekhululekile phakathi kwenu, kuba wenza umsebenzi kaYehova,+ kwanjengoko nam ndisenjenjalo.
16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike,
21 Uyanibulisa uTimoti umsebénzi olidlelane kunye nam, kwanoLukiyo noYason noSosipatro izalamane zam.+
10 Ke kaloku, ukuba uTimoti+ uthe wafika, menzeni azive ekhululekile phakathi kwenu, kuba wenza umsebenzi kaYehova,+ kwanjengoko nam ndisenjenjalo.