Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ Marko 10:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+ Kolose 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ekuthe ngaye sakukhululwa ngentlawulelo, saxolelwa izono zethu.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+