Yohane 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe IZenzo 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kanjalo, wasiyalela ukuba sishumayele+ ebantwini nokuba sinikele ubungqina obucokisekileyo bokuba nguye Lowo umiswe nguThixo ukuba abe ngumgwebi wabaphilayo nabafileyo.+
28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe
42 Kanjalo, wasiyalela ukuba sishumayele+ ebantwini nokuba sinikele ubungqina obucokisekileyo bokuba nguye Lowo umiswe nguThixo ukuba abe ngumgwebi wabaphilayo nabafileyo.+