Kolose 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+ 1 Yohane 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+
9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+
20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+