Kolose 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+ 2 Timoti 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuqiqe oku ndikuthethayo; iNkosi ngokwenene iya kukunika ukuqonda+ kuzo zonke izinto.
9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+