INdumiso 119:101 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 101 Ndizithintele iinyawo zam kuwo wonke umendo wobubi,+Ngenjongo yokuba ndigcine ilizwi lakho.+ 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+ Yakobi 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngubani na osisilumko noqondayo phakathi kwenu? Makayibonise imisebenzi yakhe ngehambo yakhe entle+ enobulali bobulumko.
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
13 Ngubani na osisilumko noqondayo phakathi kwenu? Makayibonise imisebenzi yakhe ngehambo yakhe entle+ enobulali bobulumko.