Hebhere 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaloo ndlela umoya oyingcwele ukwenza kucace ukuba indlela+ eya kwindawo engcwele yayingenakubonakaliswa ngoxa intente yokuqala yayimile.+ Hebhere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+
8 Ngaloo ndlela umoya oyingcwele ukwenza kucace ukuba indlela+ eya kwindawo engcwele yayingenakubonakaliswa ngoxa intente yokuqala yayimile.+
24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+