Hebhere 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 apho umanduleli uYesu wangena khona ngenxa yethu,+ waza waba ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeki ngonaphakade.+ Hebhere 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+ Hebhere 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, bazalwana, ekubeni sinenkalipho yokungena+ kwindawo engcwele+ ngegazi likaYesu,
20 apho umanduleli uYesu wangena khona ngenxa yethu,+ waza waba ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeki ngonaphakade.+
12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+