26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+