Roma 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kulungile ke! Ngenxa yokuswela kwawo ukholo+ aphulwa, kodwa wena umi ngokholo.+ Yeka ukuba neengcinga eziphakamileyo,+ kodwa yiba noloyiko.+ Hebhere 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko siyabona ukuba ababanga nakungena ngenxa yokuswela ukholo.+ 1 Yohane 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Umntu okholwayo kuNyana kaThixo unabo ubungqina+ ngaphakathi kwakhe. Umntu ongakholwayo kuThixo umenze ixoki,+ ngenxa yokuba akakholwanga kubungqina obunikelweyo,+ obo aye uThixo njengengqina+ wabunikela ngokuphathelele uNyana wakhe.
20 Kulungile ke! Ngenxa yokuswela kwawo ukholo+ aphulwa, kodwa wena umi ngokholo.+ Yeka ukuba neengcinga eziphakamileyo,+ kodwa yiba noloyiko.+
10 Umntu okholwayo kuNyana kaThixo unabo ubungqina+ ngaphakathi kwakhe. Umntu ongakholwayo kuThixo umenze ixoki,+ ngenxa yokuba akakholwanga kubungqina obunikelweyo,+ obo aye uThixo njengengqina+ wabunikela ngokuphathelele uNyana wakhe.