Daniyeli 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+ Mika 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+ Mateyu 24:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Inene ndithi kuni asisayi kudlula esi sizukulwana+ zingadanga zenzeke zonke ezi zinto. Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+ 2 Timoti 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika amaxesha amanqam ekunzima ukujamelana nawo.+ 2 Petros 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba niyakwazi oku kuqala, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika abagculeli+ nokugculela kwabo, beqhubeka ngokweminqweno yabo+
19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+
4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+
3 Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika amaxesha amanqam ekunzima ukujamelana nawo.+
3 Kuba niyakwazi oku kuqala, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika abagculeli+ nokugculela kwabo, beqhubeka ngokweminqweno yabo+