Yeremiya 51:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 “Ngokuqinisekileyo aya kumemelela ngovuyo+ amazulu nomhlaba nako konke oko kukuwo ngenxa yeBhabhiloni, kuba kuya kufika kuyo abaphangi bevela ngasemntla,”+ utsho uYehova. ISityhilelo 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko chulumancani, nina mazulu nani nihlala kuwo!+ Yeha+ kuwo umhlaba nakulo ulwandle,+ ngenxa yokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+
48 “Ngokuqinisekileyo aya kumemelela ngovuyo+ amazulu nomhlaba nako konke oko kukuwo ngenxa yeBhabhiloni, kuba kuya kufika kuyo abaphangi bevela ngasemntla,”+ utsho uYehova.
12 Ngoko chulumancani, nina mazulu nani nihlala kuwo!+ Yeha+ kuwo umhlaba nakulo ulwandle,+ ngenxa yokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+