8 UYuda wamcenga uSirayeli utata wakhe wathi: “Mthumele kunye nam umfana sihambe,+ ukuze siphile, singafi,+ thina, nawe, nabantwana bethu.+ 9 Ndiza kuqinisekisa ukuba ukhuselekile.+ Uze uphendulise mna. Ukuba ndiye andabuya naye, ndiza kube ndikone ngonaphakade.