Levitikus 11:23, 24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Zonke izinambuzane ezinamaphiko nemilenze emine ziyenyanyeka kuni. 24 Ziza kunenza ningacoceki. Nabani na ochukumisa izidumbu zazo akazukucoceka kude kuhlwe.+ Numeri 19:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Nabani na ochukumisa umntu ofileyo uza kuhlala engacocekanga iintsuku ezisixhenxe.+ Numeri 19:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Wonke umntu ongaphandle ochukumisa umntu obulewe ngekrele, isidumbu somntu ozifeleyo, ithambo lomntu okanye ingcwaba, akazukucoceka iintsuku ezisixhenxe.+
23 Zonke izinambuzane ezinamaphiko nemilenze emine ziyenyanyeka kuni. 24 Ziza kunenza ningacoceki. Nabani na ochukumisa izidumbu zazo akazukucoceka kude kuhlwe.+
16 Wonke umntu ongaphandle ochukumisa umntu obulewe ngekrele, isidumbu somntu ozifeleyo, ithambo lomntu okanye ingcwaba, akazukucoceka iintsuku ezisixhenxe.+