Levitikus 25:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Akukho mntu phakathi kwenu ufanele aqhathe omnye,+ yaye nifanele nimoyike uThixo wenu,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.+ Nehemiya 5:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Bona abalawuli ababengaphambi kwam babebacinezela abantu, bebabhatalisa iishekele* eziyi-40 zesilivere yonke imihla ukuze bazithengele isonka newayini. Nezicaka zabo zazibacinezela abantu. Kodwa mna andizange ndiyenze loo nto+ kuba ndisoyika uThixo.+ IMizekeliso 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ukoyika* uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Zizidenge kuphela ezidelela ubulumko nengqeqesho.+ IMizekeliso 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukucaphukela ububi.+ Ndiyakucaphukela ukuziphakamisa, ikratshi,+ indlela yobubi nokuthetha izinto ezijijekileyo.+ 1 Petros 2:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Yibani nembeko kumntu wonke,+ thandani bonke abazalwana,+ yoyikani uThixo,+ nihloniphe nokumkani.+
17 Akukho mntu phakathi kwenu ufanele aqhathe omnye,+ yaye nifanele nimoyike uThixo wenu,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.+
15 Bona abalawuli ababengaphambi kwam babebacinezela abantu, bebabhatalisa iishekele* eziyi-40 zesilivere yonke imihla ukuze bazithengele isonka newayini. Nezicaka zabo zazibacinezela abantu. Kodwa mna andizange ndiyenze loo nto+ kuba ndisoyika uThixo.+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukucaphukela ububi.+ Ndiyakucaphukela ukuziphakamisa, ikratshi,+ indlela yobubi nokuthetha izinto ezijijekileyo.+
17 Yibani nembeko kumntu wonke,+ thandani bonke abazalwana,+ yoyikani uThixo,+ nihloniphe nokumkani.+