2 Korinte 11:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa xa ndandinani kwaza kwabakho izinto endizidingayo, andizange ndisokolise mntu, kuba abazalwana ababesuka eMakedoni bandinika zonke izinto endandizidinga.+ Ndazama kangangoko ukuba ndinganisokolisi, yaye ndiseza kuqhubeka ndizama.+ 2 Korinte 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Jongani! Kokwesithathu ngoku ndifuna ukuza kuni, ibe andizukunisokolisa nganto. Kaloku ndifuna nina, andifuni izinto zenu.+ Ayingobantwana+ abamele baqwebele abazali babo, kodwa ngabazali abamele baqwebele abantwana babo.
9 Kodwa xa ndandinani kwaza kwabakho izinto endizidingayo, andizange ndisokolise mntu, kuba abazalwana ababesuka eMakedoni bandinika zonke izinto endandizidinga.+ Ndazama kangangoko ukuba ndinganisokolisi, yaye ndiseza kuqhubeka ndizama.+
14 Jongani! Kokwesithathu ngoku ndifuna ukuza kuni, ibe andizukunisokolisa nganto. Kaloku ndifuna nina, andifuni izinto zenu.+ Ayingobantwana+ abamele baqwebele abazali babo, kodwa ngabazali abamele baqwebele abantwana babo.