Levitikus 25:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Akukho mntu phakathi kwenu ufanele aqhathe omnye,+ yaye nifanele nimoyike uThixo wenu,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.+ INtshumayeli 12:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva kwayo yonke le nto, ndingashwankathela ngokuthi: Yoyika uThixo wokwenene+ uze uthobele imiyalelo yakhe,+ kuba le yeyona nto ifunekayo emntwini.+
17 Akukho mntu phakathi kwenu ufanele aqhathe omnye,+ yaye nifanele nimoyike uThixo wenu,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.+
13 Emva kwayo yonke le nto, ndingashwankathela ngokuthi: Yoyika uThixo wokwenene+ uze uthobele imiyalelo yakhe,+ kuba le yeyona nto ifunekayo emntwini.+