2 Bantwana bam abancinci, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningoni. Kodwa ke, ukuba kukho kuni oye wona, sinaye umncedi olilungisa,+ uYesu Kristu,+ okunye noTata. 2 Yena ungumbingelelo+ wokuhlawulela izono zethu,+ ibe akahlawuleli ezethu zodwa, kodwa nezehlabathi lonke.+