Numeri 22:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 UBhileham wathi kuBhalaki: “Kodwa ke ndilapha ngoku. Ngaba ndiza kuvunyelwa ukuba ndithethe nantoni na? Ndiza kukwazi kuphela ukuthetha amazwi uThixo awabeka emlonyeni wam.”+ Numeri 24:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na efunwa ndim* angayiyalelanga uYehova, nokuba incinci okanye inkulu. Ndiza kuthetha into endiyixelelwe nguYehova kuphela’?+
38 UBhileham wathi kuBhalaki: “Kodwa ke ndilapha ngoku. Ngaba ndiza kuvunyelwa ukuba ndithethe nantoni na? Ndiza kukwazi kuphela ukuthetha amazwi uThixo awabeka emlonyeni wam.”+
13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na efunwa ndim* angayiyalelanga uYehova, nokuba incinci okanye inkulu. Ndiza kuthetha into endiyixelelwe nguYehova kuphela’?+