Yohane 12:49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Kaloku izinto endizithetha kuni azisuki kum, kodwa nguTata ondiyalele ukuba ndithethe njani, okanye ndithini.+ Hebhere 1:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoku ekupheleni kwale mihla, uye wathetha nathi esebenzisa uNyana,+ aye wamenza indlalifa yazo zonke izinto,+ nathe ngaye wenza izinto ezisemhlabeni nezisesibhakabhakeni.*+
49 Kaloku izinto endizithetha kuni azisuki kum, kodwa nguTata ondiyalele ukuba ndithethe njani, okanye ndithini.+
2 Ngoku ekupheleni kwale mihla, uye wathetha nathi esebenzisa uNyana,+ aye wamenza indlalifa yazo zonke izinto,+ nathe ngaye wenza izinto ezisemhlabeni nezisesibhakabhakeni.*+