7 Njengokuba kubonakala namhlanje, wena Yehova unobulungisa, kodwa thina sogqunywe lihlazo, amadoda akwaYuda, abemi baseYerusalem, nabo bonke abantu bakwaSirayeli, abahlala kufuphi nabo bahlala kude, kuwo onke amazwe obasasazele kuwo ngenxa yokungathembeki.+