Duteronomi 4:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Yazini ke namhlanje, futhi niyifake ezintliziyweni zenu into yokuba uYehova unguThixo wokwenene emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akakho omnye.+ 2 Kronike 20:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+ Daniyeli 4:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto, yaye wenza into ayifunayo kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba. Akukho mntu unokumnqanda*+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
39 Yazini ke namhlanje, futhi niyifake ezintliziyweni zenu into yokuba uYehova unguThixo wokwenene emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akakho omnye.+
6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto, yaye wenza into ayifunayo kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba. Akukho mntu unokumnqanda*+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+