Yoshuwa 5:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Bathi bakugqiba ukolusa uhlanga lonke, bahlala kuloo ndawo babekuyo bade baphila. 9 Emva koko uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndinenze nayeka ukwenziwa intlekisa ngamaYiputa.” Ngoko loo ndawo ibizwa ngokuba yiGiligali*+ kude kube namhlanje.
8 Bathi bakugqiba ukolusa uhlanga lonke, bahlala kuloo ndawo babekuyo bade baphila. 9 Emva koko uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndinenze nayeka ukwenziwa intlekisa ngamaYiputa.” Ngoko loo ndawo ibizwa ngokuba yiGiligali*+ kude kube namhlanje.