-
Yoshuwa 13:2-6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Nanku umhlaba osashiyekileyo:+ zonke iingingqi zamaFilisti nazo zonke iingingqi zamaGeshure+ 3 (ukusuka kumlanjana ophuma kumNayile, ongasempuma yeYiputa ukuya kumda wase-Ekron ngasentla, ekwakukade kusithiwa ngumhlaba wamaKanan)+ neengingqi zeenkosi ezintlanu zamaFilisti,+ amaGaza, ama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ iingingqi zama-Avi+ 4 ngasemzantsi; wonke umhlaba wamaKanan; iMeyara engumhlaba wamaSidon,+ ukuya kutsho eAfeki nakumda wama-Amori; 5 umhlaba wamaGebhali+ nayo yonke iLebhanon ukuya ngasempuma, ukususela eBhahali-gadi esemazantsi eNtaba IHermon ukuya eLebho-hamati;*+ 6 bonke abantu abahlala kummandla weentaba, ukususela eLebhanon+ ukuya eMisrefoti-mayim;+ nawo onke amaSidon.+ Ndiza kubagxotha* phambi kwamaSirayeli.+ Wena nje kufuneka uwunike amaSirayeli lo mhlaba ube lilifa lawo, kanye njengokuba ndikuyalele.+
-