1 Samuweli 8:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 waza wathi uYehova kuye: “Yimamele yonke into abakuxelela yona abantu, kuba ayinguwe lo bangamfuniyo, kodwa ndim lo bangafuniyo ukuba abe ngukumkani wabo.+ 1 Samuweli 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Xa nabona ukuba uNahashe,+ ukumkani wama-Amoni, uze kunihlasela nanihlala nisithi kum, ‘Thina sifuna ukulawulwa ngukumkani!’+ nakuba uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+
7 waza wathi uYehova kuye: “Yimamele yonke into abakuxelela yona abantu, kuba ayinguwe lo bangamfuniyo, kodwa ndim lo bangafuniyo ukuba abe ngukumkani wabo.+
12 Xa nabona ukuba uNahashe,+ ukumkani wama-Amoni, uze kunihlasela nanihlala nisithi kum, ‘Thina sifuna ukulawulwa ngukumkani!’+ nakuba uYehova uThixo wenu enguKumkani wenu.+