29 Ngoko ke ndikhupha umyalelo wokuba nabaphi na abantu, iintlanga, okanye iilwimi ezithetha kakubi ngoThixo kaShadraki, uMeshaki noAbhednego, zifanele zinqunqwe, nezindlu zazo zenziwe iindawo zangasese zikawonke-wonke; kuba akakho omnye uthixo onako ukusindisa ngale ndlela.”+